LYRICS: Tresor – Sondela Ft. Msaki

Tresor Ft Msaki Sondela Lyrics

Tresor Ft Msaki Sondela Lyrics

Lyrics

NdisakufundaAmazawi akho ambalwaUcinga nzulu ndiyakubonaUyandichazaNgezontloni zakhoNokuzinza kwakhoNdiyak’verstaana
UyandaziMna ndizthandel’abantuNdihleka ndiveze elok’gqibelaUyandibuka xa ndincokolaUncumele ngaphakathiUyandibona
Sondela kumSondela kumBaby sondela kumSukuzibalelaUnekhaya kumBaby unekhaya kumUnekhaya kumSelikuncumele
UnemivunjaMoyo mamaKama motoYa nyiragongoWanipa furaha kama mtoriKama maji kwenye SaharaUmeniiba moyo dadaBaki basi tukae pamojaUnanitisha ujasiriNa mapenzi mi sijaona
Sondela kumSondela kumBaby sondela kumSukuzibalelaUnekhaya kumBaby unekhaya kumUnekhaya kumSelikuncumele
I just wanted to let you know my smile belongs to you ohI just wanted to let you know my smile belongs to you ohI just wanted to let you know my smile belongs to you oh
Sondela kumSondela kumBaby sondela kumSukuzibalelaUnekhaya kumBaby unekhaya kumUnekhaya kumSelikuncumeleSondela kumSondela kumBaby sondela kumSukuzibalelaUnekhaya kumBaby unekhaya kumUnekhaya kumSelikuncumele